Ii-General Workers Ziyafunwa Kwa-Gulf

If unomdla for ukusebenza on a contract basis kwi-distribution centre, e-factory okanye e-warehouse, sms igama nefani, i-phone number yakho plus ne-area ohlala kuyo ku 072 858 1728.

28 April 2017
I-General Workers Ziyafunwa kwa-Gulf
Image: Gulf Contract Labour Hire

U-Gulf yi-company eqasha abantu on a contract basis. Bas’peshalay’za ekuqasheni for lemisebenzi:

  • Ii-distribution Centres
  • Ii-Warehouses
  • Nee-Factory

Basoloko befuna uk’qasha ii-general workers for iindawo ezilapha e-Cape Town. Eminye yemisebenzi abayiqashelayo ise-Johannesburg nase-Durban.

If unomdla for ukusebenza on a contract basis kwi-distribution centre, e-factory okanye e-warehouse, sms igama nefani yakho, i-phone number yakho plus ne-area ohlala kuyo ku 072 858 1728. Le-number bayisebenzisela for i-sms yodwa, abaziphenduli ii-phone calls kuyo. And le-number yenzelwe for i-sms yomntu ose-Cape Town.

What to Expect xa Usende i-SMS

Once beyifumene i-sms yakho, bazokushedyula for i-interview. Bazokuthumelela i-sms ekunika i-date yalemini ekuzofuneka uyengayo kwi-office yabo.

Baphinde bakuthumelele ii-full details zezinto ekuzodinga uze nazo for i-interview and bakunike ne-address yase-head office yabo.

Uzokufakwa kwi-queuing system yabo and uzokukhethwa based on uk’ba ukude kangakanani from i-warehouse or i-site edinga ii-contract workers.

Ii-Documents Ekufuneka Uye Nazo Ngalemini ye-Interview

  • Ikopi ye-ID esethifayiweyo
  • I-CV e-updated ene-references ezi-contactable
  • I-personal bank statement (abazifuni ii-Postbank accounts)
  • I-Tax number
  • I-proof ye-grade ogqibele ukuyipasa es’kolweni (between Grade 10 no 12 only)

If awunayo i-Income Tax number, ungayifumana kwa-SARS xa unokufow’nela kule-phone number 0800 00 7277.

Nantsi Imisebenzi Owunoyifumana kwa-Gulf

  • General Workers
  • Packers
  • Warehouse Workers
  • Load Balances
  • Pick Balances
  • Loaders
  • Off Loaders
  • Receiving Clerks
  • Dispatch Clerks
  • Team Leaders

Nazi ii-Positions Ezidinga i-Special Requirements

Specialized Pickers
  • Kufuneka ubene-Matric ne-background ye-Mathematics
Merchandisers
  • Kufuneka ubeno-Grade 10
Hyster and Reach Truck Drivers
  • Kufuneka ubene-license e-relevant and at least i-2 years experience uqhuba plus ne-Matric

Nazi ii-Contact Details Zabo

  • Address: Tramways Village, 89 Main Road, Diep River, Cape Town, 7886
  • Phone Number: 021 712 4502
  • Email: [email protected]
  • Website: www.gulf.co.za

If you found le-information useful and uyabazi abanye abantu abanokuy'enjoya, please share it on Facebook okanye on Twitter. And if u-interested in more information, like Creative Gemini on Facebook or follow on Twitter. Enkosi.

Leave a comment

More recent stories

Ten Commandments Zokubayi-Entrepreneur by Creative Gemini
13 April 2017
Ten Commandments Zokubayi-Entrepreneur
Read More
Yintoni Umsebenzi we-Customer Advisor by Creative Gemini
21 April 2017
Yintoni Umsebenzi we-Customer Advisor?
Read More